Intaba yobugqi | Nal'ibali
Home | Create your own story | Intaba yobugqi

Written stories

Intaba yobugqi

Kudala-dala kwakukho indoda eyayizuna ukuba sisityebi. Ngenye imini ikhwele ihoshe, yabona intake entle. Iintsibo zale ntaka zazinemibala yonke yomnyama. Lendaba yabambisa intaka emnatheni. Ithe xa iza kuyibulala yathi intaka. Nceda ungandibulali.

Ndiyintaka yoyobugqi. Unganqwenela nantoni oyithandayo. Ndiya kuwuzezikzekhisa. Umnqwen wakho. Ukumkoni akazonge akhalelwe kodwa kuba yoyintle intake wagqiba kwalokuba ayiyekile ihambe.

Ndiyabulela, yatsho intaka. Unthini umnqwe wakho? Ukumkani wahleka waze wathi. Andikholwa ukuba uyiyo ndinqwenela ukuba yonke into endiyibambayo ijike ibe yigolide.

Intaka yabonakala ikhathazeka kakhulu. Ingaba ngenene ufuno ndifezekise lomqweno? Yabuzo intaka.

Ewe! Watsho ukumkani.

Ayingomnqweno ulungileyo, yatsha intaka. Uza kuzi sala! Kodwa ndiza kuwu fezekisa uqwena wakho.

Emva kako yabhabha intaka. Umkumkani wayijonga intaka ibhabela phezulu. Wakhwela ihashe lakhe. Kwangoko ihashe lajika layigolide! Kwafuneka ukumkani alishiye ihashe waze wohamba ngeenwayo ukuya ekhaya. Ufike ekhaya ediniwe kwaye enxaniwe waze wayo kusela kwitephu esegadini. Amanzi ajika aba yigolide. Ukumkani wema emanngalisiwe.

Ukumkani wafika ekhayeni lakhe wabamba iintyatyambo. Zonke zajika zoba yigolide. Ukumkani weva izingqi emva kwakhe. Uthe xa ejika wabona intombi yakhe isiza kuye ibaleka. Phambi kokuba ayinqande intombi yambamba entanyeni yaze yamwola. Yema ikhwanqisiwe.

Intombi yajika yabayigolide. Ukumkani woyiqanda impazamo ayenzileyo. Wabalilolo kwaye ekhathazekile. Wayenqwenelo ukuba yonke into kweli khayo ingaba njengoko yayinjolo ngamphambili. Wajongo phantsi naphezula efuna intaka yougqi kodwa akazange aphinde ayibone ukumkani wayehleli kabuhlungu imini nobusuku wayengonwabanga.